George Linde ubiziwe kwiqela leProteas

Keshav Maharaj of South Africa reacts in pain after injury, Aiden Markram  looks on during Day Two of the Second Test of the 2019 International Series between India and South Africa at the Maharashtra Cricket Association Stadium in Pune, India on 11 October 2019. ©Gavin Barker/BackpagePix

Keshav Maharaj of South Africa reacts in pain after injury, Aiden Markram looks on during Day Two of the Second Test of the 2019 International Series between India and South Africa at the Maharashtra Cricket Association Stadium in Pune, India on 11 October 2019. ©Gavin Barker/BackpagePix

Inxele elitswikila ibhola kwiqela iWorld Sports Betting Cape Cobras uGeorge Linde ubiziwe kwiqela iStandard Bank Proteas ezokuvala isikhewu esivulekileyo ngenxa yomonzakalo ocholwe ngu Keshav Maharaj. Umdlalo wokugqibela phakathi kwabo ne India ungomgqibelo eRanchi.


Maharaj uchole umonzakalo kwigxalaba lakhe lasekhohlo ngosuku lwesibini ePune kumdlalo wesibini ezama ukunqanda ibhola.

Uyile wayokuhlowa kwi MRI ingxelo yabuya isithi akazukudlala kumdlalo wovavanyo wokugqibela.


Ugqirha weqela iProteas uDoctor Ramjee Hashendra uyewacacisa:


” iMRI ibuyenengxelo ethi uKesha Maharaj wonzakele kwigxalaba lakhe lasekhohlo nto eyo eyeyasinyanzelisa simfake istrapping azokwazi ukuqhokra. Siyesamjonga kwakhona namhlanje ukuba ujani na xa ezama ukujula ibhola kwacaca nyani ukuba kubuhlungu kuye.”


“Siyesathatha isigqibo namhlanje sokumkhupha kwiqela elizakudlala ngomgqibelo ngoba ixesha azakulihlala ngaphandle ziiveki ezimbini ukuya kwezintathu kodwa ke na leyo ixhomekeke ukuba uqhuba njani kwi rehabilitation yakhe.”


Standard Bank Proteas Test squad: Faf du Plessis (Multiply Titans, capt), Temba Bavuma (Imperial Lions, vice-capt), Theunis de Bruyn (Multiply Titans), Quinton de Kock (Multiply Titans), Dean Elgar (Multiply Titans), Zubayr Hamza (World Sports Betting Cape Cobras), Aiden Markram (Multiply Titans), Senuran Muthusamy (Hollywoodbets Dolphins), Lungi Ngidi (Multiply Titans), Anrich Nortje (Warriors), Vernon Philander (World Sports Betting Cape Cobras), Dane Piedt (World Sports Betting Cape Cobras), Kagiso Rabada (Imperial Lions), Heinrich Klaasen (Multiply Titans), George Linde (World Sports Betting Cape Cobras).